Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa)

Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa)
Author :
Publisher : Verity Publishers
Total Pages : 114
Release :
ISBN-10 : 1990985025
ISBN-13 : 9781990985027
Rating : 4/5 (027 Downloads)

Book Synopsis Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) by : Nceba Tyobeka

Download or read book Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) written by Nceba Tyobeka and published by Verity Publishers. This book was released on 2020-10-04 with total page 114 pages. Available in PDF, EPUB and Kindle. Book excerpt: Emva kokuba uSipho beneetshomi zakhe bedle iimali zaseThuthukani uqesha uNtlupheko ukuze amthengisele iziyobisi koomaO.R Tambo nakwamanye amazwe jikelele. Emva kokuba ephoxe uNtlupheko usafuna ukuba amthengisele iziyobisi kwakhona. Le nto yakhe yentengiso-ziyobisi igqibela isa unyana wakhe ekufeni kwaye yaphinda kwayona yachitha umtshato kaSipho. Ke ngoku uSipho ubona kungcono u'ba azinikekele emapoliseni esakuqonda u'ba akusekho konwaba ebomini bakhe. Uthi xa sele ebonil' u'ba sel'egugile ngoku emva kokuphuma kwakhe ejele anikezele ngempilo yakhe enkosini.


Impilo Yasemhlabeni (Inoveli YesiXhosa) Related Books